Inguqulelo ka generation in isiXhosa

generation

ukuveliswa

isibizoPlural generations

  • 1

    ukuveliswa
    the generation of electricity ukuveliswa kombane

Inguqulelo ka generation in isiXhosa

generation

isizukulwana

isibizoPlural generations

  • 1

    isizukulwana
    The photograph shows three generations in my family: grandparents, parents, and children Le foto ibonisa izizukulwana ezithathu kwifemeli yam: abazali babazali, abazali nabantwana