Inguqulelo ka generous in isiXhosa

generous

-nesisa

Ubizo-magama /jen-uh-ruhss/

isiphawulimore generous, most generous

  • 1

    -nesisa
    -nobubele
    A generous friend gave me money Umhlobo onesisa undiphe imali
  • 2

    -khulu kakhulu
    -khulu ngokugqithisileyo
    This is a generous gift Esi sisipho esikhulu kakhulu