Inguqulelo ka geometric in isiXhosa

geometric

PC+ijometri

Ubizo-magama /jee-uh-met-rik/

isiphawuli

  • 1

    izibalo
    PC+ijometri
    Use a geometric formula to calculate the area of a triangle Sebenzisa ifomyula yejometri ukubala ubukhulu bukanxantathu
    → See geometry
    • relating to geometry
    • izalana nejometri
  • 2

    ubugcisa
    nemo yejometri
    nemizobo yejometri
    Use geometric shapes such as circles and triangles to create a pattern Sebenzisa iimo zejometri ezinjengezangqa noonxantathu ukwenza ipatheni
    • having a regular shape or made up of regular shapes
    • inemilo emiselweyo okanye yenziwe ngeemilo ezimiselweyo