Inguqulelo ka global warming in isiXhosa

global warming

ukufudumala kwehlabathi

isibizo

inzululwazi ngezelizwe I-ikholoji

  • 1

    ukufudumala kwehlabathi
    Many people think that global warming and climate change issues are the greatest threats to this planet Abantu abaninzi bacinga ukuba amaqondo obushushu aphezulu kwihlabathi lonke nemiba yokutshintsha kwemozulu zezona zoyikiso zikhulu emhlabeni
    • an increase in temperatures around the world, which many scientists believe is caused by the greenhouse effect
    • ukunyuka kwamaqondo obushushu kwihlabathi, izazinzulu ezininzi ezikholelwa ukuba kubangelwa bubushushu bomhlaba obubangwa bubushushu kumoya ojikeleze umhlaba, nalungcoliseko ziigesi, i"greenhouse effect" ngolwasemzini