Inguqulelo ka glossary in isiXhosa

glossary

uluhlu lweenkcazo-magama

Ubizo-magama /gloss-uh-ree/

isibizoPlural glossaries

  • 1

    uluhlu lweenkcazo-magama
    inkcazelo yamagama
    iglosari
    The science book has a glossary that lists difficult words and explains what they mean Incwadi yezeNzululwazi inoluhlu lweenkcazo-magama oludwelisa amagama anzima ze ichaze ukuba athetha ukuthini