Inguqulelo ka go in isiXhosa

go

-ya

isenziwent, going, gone

  • 1

    -ya
    -hamba
    I go to school by bus Ndiya esikolweni ngebhasi
    Let's go! Masihambe!
  • 2

    -bheka
    -ya
    This road goes to Langa Le ndlela ibheka kwaLanga
  • 3

    -ba
    -jika
    The milk has gone sour Ubisi lube muncu
    His hair went white Iinwele zakhe zijike zamhlophe
  • 4

    -hamba
    -sebenza
    Does your car still go? Isahamba imoto yakho?