Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika grant in isiXhosa

: grant1grant2

grant1

-vumela

Ubizo-magama /graant/

isenzigranted, granting

  • 1

    -vumela
    -nika
    The principal granted our request Inqununu yasivumela isicelo sethu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika grant in isiXhosa

: grant1grant2

grant2

inkxaso-mali

Ubizo-magama /graant/

isibizoPlural grants

  • 1

    inkxaso-mali
    imali yesibonelelo
    igranti ngokungekho sikweni
    Zameka gets a disability grant UZameka ufumana inkxaso-mali yabakhubazekileyo