Inguqulelo ka graphic in isiXhosa

graphic

-zobayo

Ubizo-magama /graf-ik/

isiphawuli

  • 1

    -zobayo
    She draws well and wants to be graphic designer Uzoba ngobuchule kwaye uzimisele ukuba ngumyili ozobayo
  • 2

    -cacile(yo)
    He gave a graphic description of the murder Wanika inkcazo ecacileyo yombulali