Inguqulelo ka graze in isiXhosa

graze

-gruzula

Ubizo-magama /grayz/

isenzigrazed, grazing

  • 1

    -gruzula
    -khuthula
    I fell and grazed my knee Ndawa, ndagruzula idolo lam
  • 2

    -dla ingca
    -tya ingca
    Cows are grazing in a field Imazi zidla ingca edlelweni