Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika green in isiXhosa

: green1green2

green1

-luhlaza

Ubizo-magama /green/

isiphawuligreener, greenest

  • 1

    -luhlaza
    green grass ingca eluhlaza
  • 2

    -luhlaza
    The bananas are not ripe – they're green Iibhanana azivuthwanga – ziluhlaza

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika green in isiXhosa

: green1green2

green2

umbala oluhlaza

Ubizo-magama /green/

isibizoPlural greens

  • 1

    umbala oluhlaza