Inguqulelo ka guess in isiXhosa

guess

-qashela

Ubizo-magama /gess/

isenziguessed, guessing

  • 1

    -qashela
    -qashisela
    -thelekelela
    -cingela ngokungekho sikweni
    Can you guess what is in my hand? Ungaqashisela ukuba yintoni esesandleni sam?

isibizo

  • 1

    iqashiso
    Have three guesses! Yenza amaqashiso amathathu!