Inguqulelo ka gum in isiXhosa

gum

iintsini

Ubizo-magama /gum/

isibizoPlural gums

  • 1

    iintsini
    Are your teeth and gums healthy? Ngaba amazinyo neentsini zakho ziphilile?
  • 2

    itshungama
    His is chewing gum Uhlafuna itshungama
  • 3

    intlaka yokuncamathelisa
    isincamathelisi
    intlaka
    Use gum to glue the paper Sebenzisa intlaka yokuncamathelisa ukunamathelisa iphepha
  • 4

    igamtriya
    the shade of a gum tree umthunzi wegamtriya