Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika hand in isiXhosa

: hand1hand2

hand1

isandla

Ubizo-magama /hand/

isibizoPlural hands

  • 1

    isandla
    Wash your hands before you eat Hlamba izandla zakho phambi kokuba utye
  • 2

    usiba
    The hands on the clock show the time Amasiba ewotshini abonisa ixesha

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika hand in isiXhosa

: hand1hand2

hand2

-nika

Ubizo-magama /hand/

isenzihanded, handing

  • 1

    -nika
    -gqithisa
    -pha
    Please hand the salt to me Nceda undinike ityuwa