Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika handle in isiXhosa

: handle1handle2

handle1

-phatha

Ubizo-magama /han-dl/

isenzihandled, handling

  • 1

    -phatha
    -bamba
    Wash your hands before you handle food Hlamba izandla zakho phambi kokuba uphathe ukutya
  • 2

    -melana
    -jongana
    I can't handle five babies on my own! Andinakho ukumelana neentsana ezintlanu ndedwa

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika handle in isiXhosa

: handle1handle2

handle2

umqheba

Ubizo-magama /hand-l/

isibizoPlural handles

  • 1

    umqheba
    umphambo
    isiphatho
    umphini
    Turn the handle of the door Jija umqheba wocango