Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika head in isiXhosa

: head1head2

head1

intloko

Ubizo-magama /hed/

isibizoPlural heads

  • 1

    intloko
    He has no hair on his head Intloko yakhe ayinazo iinwele
  • 2

    inqununu
    intloko
    Mr Hugo is the head of the school UMnumzana Hugo uyintloko yesikolo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika head in isiXhosa

: head1head2

head2

-phatha

Ubizo-magama /hed/

isenziheaded, heading

  • 1

    -phatha
    -lawula
    -khokela
    She heads the business Uphethe ishishini
  • 2

    -bheka
    -ya
    -singa
    We are heading home Sibheka ekhaya