Inguqulelo ka heptagon in isiXhosa

heptagon

umacala-sixhenxe

Ubizo-magama /hep-tuh-gon/

isibizoPlural heptagons

izibalo

  • 1

    umacala-sixhenxe
    ihepthagoni
    • a flat closed shape with seven straight sides
    • imilo emcaba evalekileyo, enamacala asixhenxe athe ngqo