Inguqulelo ka herself in isiXhosa

herself

-zi-

Ubizo-magama /hur-self/

isimelabizoPlural themselves

  • 1

    -zi-
    Sarah is washing herself USarah uyazihlamba
  • 2

    ngokwa-+possessive stem
    Olivia herself told me UOlivia ngokwakhe wandixelela

Usetyenziso

'Herself' is often expressed in isiXhosa by adding the reflexive '-zi-' to a verb, as in the example.