Inguqulelo ka hijack in isiXhosa

hijack

-qweqwedisa

Ubizo-magama /hy-jak/

isenzihijacked, hijacking

  • 1

    -qweqwedisa
    -hayijekha ngokungekho sikweni
    A man highjacked the car and drove away in it Indoda yaqweqwedisa imoto, yemka nayo