Inguqulelo ka hold in isiXhosa

hold

-bamba

isenziheld, holding

  • 1

    -bamba
    Please hold my keys Nceda ubambe izitshixo zam
  • 2

    -qulatha
    -ginya
    The jug holds a litre of water Le jagi iqulatha ilitha yamanzi
  • 3

    -thwala
    -xhasa
    Will the branch hold me? Eli sebe liza kundithwala?
  • 4

    -ba na-
    We will hold a meeting Siza kuba nentlanganiso