Inguqulelo ka hold someone up in isiXhosa

hold someone up

-libazisa

  • 1

    -libazisa
    -bambezela
    We're late because traffic held us up Sifika emva kwexesha kuba ingxinano yezithuthi isilibazisile
  • 2

    -xhomisa
    Robbers entered the bank with guns and held up the staff Abaphangi bangena ebhankini bexhobe ngemipu, baxhomisa abasebenzi