Inguqulelo ka horizontal in isiXhosa

horizontal

-nqamlezile(yo)

Ubizo-magama /ho-ri-zont-uhl/

isiphawuli

izibalo

  • 1

    -nqamlezile(yo)
    -xwesile(yo)
    When you lie flat on your bed, you are horizontal Xa ulele nca ebhedini yakho, uxwesile
    → Compare vertical
    A graph has a horizontal axis and a vertical axis Igrafu inomgca onqamlezileyo nowehla ngqo
    • going across, not up or down
    • ukunqamleza okanye ukuxwesa, ingekuko ukuya phezulu okanye ezantsi