Inguqulelo ka however in isiXhosa

however

kodwa kunjalo

Ubizo-magama /how-ev-uh/

isihlanganisi & isihlomelo

  • 1

    kodwa kunjalo
    kodwa
    kambe
    kambe ke
    I worked hard. However, I didn't pass the exam Ndasebenza ngokuzimisela, kodwa kunjalo, andizange ndiziphumelele iimviwo
  • 2

    nokuba
    I will never be wealthy, however hard I work Andisokuze ndityebe nokuba ndingasebenza nzima