Inguqulelo ka humble in isiXhosa

humble

-thobekile(yo)

Ubizo-magama /humb-l/

isiphawulihumbler, humblest

  • 1

    -thobekile(yo)
    -fikeleleka(yo)
    -thozamileyo
    -lulamile(yo)
    Though he is famous, he is still humble Nangona eyindumasi, usengumntu othobekileyo
  • 2

    -ngekho mgangathweni
    kumgangatho ophantsi
    -buhlwentshini
    -ntluphekweni
    The farm-worker lives in a humble home Umsebenzi wasefama uhlala kwindlu engekho mgangathweni