Inguqulelo ka idea in isiXhosa

idea

icebo

Ubizo-magama /iy-dee-uh/

isibizoPlural ideas

  • 1

    icebo
    ingcinga
    uluvo
    umbono
    I've got an idea: let's go to the beach Ndinecebo: masiye elwandle
    Have you got any good ideas? Unazo ezinye iingcinga ezilungileyo?
  • 2

    umbono
    ingcinga
    umfanekiso-ngqondweni
    The film gives you an idea of what Kenya is like Le filim ikunika umbono wokuba iKenya injani