Inguqulelo ka identify in isiXhosa

identify

-chonga

Ubizo-magama /y-dent-i-fy/

isenziidentified, identifying

  • 1

    -chonga
    -khetha
    -alatha
    -phawula
    Can you identify the cause of the problem? Ungamalatha unobangela wale ngxaki?
    • to know what something is and be able to say what it is
    • ukwazi ukuba into iyintoni, ukwazi nokutsho ukuba yintoni
  • 2

    -azi
    -alatha
    The police have identified the robber Amapolisa amazile umkhuthuzi