Inguqulelo ka if in isiXhosa

if

ukuba

Ubizo-magama /if/

isihlanganisi

  • 1

    ukuba
    I'll pay you if you finish the work Ndiya kukuhlawula ukuba uwugqibile umsebenzi
  • 2

    nokuba
    I don't know if he'll come Andazi nokuba uza kuza na
  • 3

    xa
    If the rain stops, I'll go Xa iyeka imvula, ndiza kuhamba