Inguqulelo ka ignore in isiXhosa

ignore

[NEG+]-naka

Ubizo-magama /ig-naw/

isenziignored, ignoring

  • 1

    [NEG+]-naka
    [NEG+]-hoya
    [NEG+]-thathela ingqalelo
    I greeted Kim but she ignored me Ndambulisa uKim kodwa akazange andinake
    My children ignore my advice Abantwana bam abalihoyi icebiso lam