Inguqulelo ka illegal in isiXhosa

illegal

-ngekho mthethweni

Ubizo-magama /i-lee-guhl/

isiphawuli

  • 1

    -ngekho mthethweni
    -chasene nomthetho
    It is illegal to drive a car if you are drunk Kuyinto engekho mthethweni ukuqhuba imoto xa unxilile