Inguqulelo ka image in isiXhosa

image

umfanekiso

Ubizo-magama /im-ij/

isibizoPlural images

  • 1

    umfanekiso
    There are images of the war on the TV Kukho imifanekiso yemfazwe kumabonakude
  • 2

    umbono
    umfanekiso-ngqondweni
    She has an image of her boyfriend as a perfect man Unombono womfana athandana naye eyindoda egqibeleleyo