Inguqulelo ka immune in isiXhosa

immune

-khuselekile(yo)

Ubizo-magama /im-yoon/

isiphawulimore immune, most immune

  • 1

    -khuselekile(yo)
    -gonyiwe(yo)
    The injection makes you immune to measles Le naliti ikwenza ukhuseleke kwimasisi