Inguqulelo ka improvise in isiXhosa

improvise

-cinga icebo

Ubizo-magama /im-pruh-vize/

isenziimprovised, improvising

  • 1

    -cinga icebo
    -jija eqhingeni
    We didn't have science equipment, but we improvised with bottles Sasingenazo izixhobo zezenzululwazi kodwa sacinga icebo, sasebenzisa iibhotile
  • 2

    -qamba
    -qweba
    If actors forget their words they must improvise Ukuba abadlali bawalibele amazwi abo mabaqwebe