Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika in in isiXhosa

: in1in2

in1

Ubizo-magama /in/

preposition

  • 1

    (in or into a place)
    Throw it in the fire Yiphose emlilweni
    He is in the house Usendlwini
  • 2

    (in a period of time)
    nga-
    They finished building the house in a month Bagqiba ngenyanga ukwakha indlu
  • 3

    (after a period of time)
    emva kwa-
    I'll come in a week Ndiza kufika emva kweveki
  • 4

    (in a certain month or year)
    nga-
    I'll come in March Ndiza kufika ngoMatshi
    He was born in the year 1960 Wazalwa ngonyaka we-1960
  • 5

    nga-
    ku-
    Plant the mealies in rows Tyala umbona ngemiqolo
    She spoke in English Wathetha ngesiNgesi
    Sit in a circle Hlala kwisangqa

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika in in isiXhosa

: in1in2

in2

-khona ekhaya

Ubizo-magama /in/

isihlomelo

  • 1

    -khona ekhaya
    -khona
    Will you be in today? Uza kubakhona namhlanje?