Inguqulelo ka income in isiXhosa

income

ingeniso

Ubizo-magama /in-kum/

isibizoPlural incomes

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    ingeniso
    imali eyingeniso
    • the money that we get from working, and from grants and pensions, etc.
    • imali esiyifumana ngokusebenza, kwizibonelelo nakumhlalaphantsi, njl