Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika increase in isiXhosa

: increase1increase2

increase1

-nyuka

Ubizo-magama /in-kreess/

isenziincreased, increasing

  • 1

    -nyuka
    The number of children increased from 26 to 30 Inani labantwana linyuke ukusuka kuma-26 laya kuma-30
    → Synonym of rise
  • 2

    -nyusa
    -ongeza
    Increase the speed Nyusa isantya

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika increase in isiXhosa

: increase1increase2

increase2

ukunyuka

Ubizo-magama /in-kreess/

isibizoPlural increases

  • 1

    ukunyuka
    ukwanda
    There is an increase in the number of schools Kukho ukunyuka kwinani lezikolo
    → Antonym of decrease