Inguqulelo ka index in isiXhosa

index

isalathiso

Ubizo-magama /in-dekss/

isibizoPlural indexes

  • 1

    isalathiso
    Look up the word in the index at the back of the book Jonga igama kwisalathiso ngemva encwadini
  • 2

    izibalo
    amandla okuziphindaphinda
    i-indeksi ngokungekho sikweni
    In 4² = 16, the index is 2 Kwi 4² =16, amandla okuziphindaphinda sisi-2
    • a small raised number that indicates how often one has to multiply a base number by itself
    • inani elincinane eliphezulu elibonisa ukuba ubani angaliphinda-phinda kangaphi inani elisisiseko