Inguqulelo ka indicate in isiXhosa

indicate

-bonisa

Ubizo-magama /in-di-kayt/

isenziindicated, indicating

  • 1

    -bonisa
    -alatha
    -khomba
    -qondisa
    Dots on the map indicate towns Amachaphaza emephini abonisa iidolophu
    Indicate where you feel pain Yalatha apho uqaqanjelwa khona