Inguqulelo ka industry in isiXhosa

industry

ushishino lwemveliso

Ubizo-magama /in-duh-stree/

isibizoPlural industries

  • 1

    ufundo ngezoqoqosho
    ushishino lwemveliso
    Industry is an important part of the economy Ushishino lwemveliso luyinxalenye yoqoqosho ebalulekileyo
    • the work of making things in factories
    • umsebenzi wokwenza izinto efektri (kumzi-mveliso)
  • 2

    imizi-mveliso
    the steel industry imizi-mveliso yeentsimbi
    • the companies and people that produce a particular thing
    • iinkampani kunye nabantu abavelisa into ethile