Inguqulelo ka infinite in isiXhosa

infinite

-ngenakubalwa

Ubizo-magama /in-fin-uht/

isiphawuli

  • 1

    -ngenakubalwa
    -yinyambalala
    -ngenasiphelo
    The number of stars in the sky is infinite Inani leenkwenkwezi esibhakabhakeni alinakubalwa