Inguqulelo ka initiate in isiXhosa

initiate

-qala

Ubizo-magama /in-ish-i-ayt/

isenziinitiated, initiating

  • 1

    -qala
    -phemba
    -sungula
    He initiated a discussion Waqalisa ingxoxo
  • 2

    -ngenisa
    -qhelanisa
    Xhosa boys who are being initiated into manhood are called "abakhwetha" Amakhwenkwe amaXhosa angeniswa ebudodeni kuthiwa ngabakhwetha