Inguqulelo ka input in isiXhosa

input

igalelo

Ubizo-magama /in-puut/

isibizoPlural inputs

  • 1

    igalelo
    inxaxheba
    Your input in the discussion was useful Igalelo lakho engxoxweni libe luncedo
  • 2

    ufundo ngezoqoqosho
    inkcitho
    iindleko
    Our inputs are cloth, thread, and labour; our outputs are t-shirts Inkcitho yethu ikwilaphu, irhali nabasebenzi; imveliso yethu zizikipa
    → Compare output
    • work, money and material that are put into a project
    • umsebenzi, imali kunye nezixhobo ezisetyenziswa kwiprojekthi