Inguqulelo ka insulate in isiXhosa

insulate

-gquma ngesikhuseli

Ubizo-magama /in-syuu-layt/

isenziinsulated, insulating

itheknoloji

  • 1

    -gquma ngesikhuseli
    If you insulate the roof, it helps to keep the house cool in summer and warm in winter Xa ugquma uphahla ngesikhuseli, oko kunceda ukugcina indlu ipholile ehlotyeni futhi, ifudumele ebusika
    • to cover or protect something, to prevent heat, cold, electricity or sound from passing through
    • ukugquma okanye ukukhusela into, ukuthintela ukudlula kobushushu, ingqele okanye isandi