Inguqulelo ka integrate in isiXhosa

integrate

-dibanisa

Ubizo-magama /in-tuh-grayt/

isenziintegrated, integrating

  • 1

    -dibanisa
    -manyanisa
    Two small schools were integrated into one big school Izikolo ezibini ezincinane zadityaniswa zenza isikolo esinye esikhulu