Inguqulelo ka intense in isiXhosa

intense

-khulu

Ubizo-magama /in-tenss/

isiphawulimore intense, most intense

  • 1

    -khulu
    -qinile(yo)
    She feels intense love for him Uziva enothando oluqinileyo ngakuye
    The fire's heat is intense Ubushushu bomlilo bukhulu