Inguqulelo ka interrupt in isiXhosa

interrupt

-phazamisa

Ubizo-magama /in-tuh-rupt/

isenziinterrupted, interrupting

  • 1

    -phazamisa
    Don't interrupt us while we work Musa ukusiphazamisa sisebenza
  • 2

    -phazamisa
    -qhawula
    She interrupts when other people are speaking Uyaphazamisa xa abanye abantu bethetha