Inguqulelo ka intersect in isiXhosa

intersect

-nqamleza

Ubizo-magama /in-tuh-sekt/

isenziintersected, intersecting

  • 1

    -nqamleza
    -nqumla
    In the letter X two lines intersect in the middle Kunobumba ongu-X imigca emibini inqamlezana embindini
    Two roads intersect here Iindlela ezimbini zinqumlana apha