Inguqulelo ka invertebrate in isiXhosa

invertebrate

isidalwa esingenamqolo

Ubizo-magama /in-vur-ti-bruht/

isibizoPlural invertebrates

inzululwazi ngezilo

  • 1

    isidalwa esingenamqolo
    Spiders and worms are invertebrates Izigcawu neentshulube zizidalwa ezingenamqolo
    → Compare vertebrate
    • an animal that does not have a backbone
    • isilwanyana esingenalo ithambo lomqolo