Inguqulelo ka inverted commas in isiXhosa

inverted commas

iimpawu zocaphulo

isibizo esikwisininzi

inzululwazi geelwimi

  • 1

    iimpawu zocaphulo
    → Synonym of quotation marks
    • a set of punctuation marks used to show direct speech or quotations, as in "Really, it is OK."
    • iimpawu zocaphulo esisetyenziselwa ukubonisa intetho-ngqo okanye ucaphulo, njengokuthi: "Nyhani, kulungile."

Usetyenziso

Inverted commas are also called quotation marks.