Inguqulelo ka involve in isiXhosa

involve

-bandakanya

Ubizo-magama /in-volv/

isenziinvolved, involving

  • 1

    -bandakanya
    -faka
    Involve every learner in the planning Bandakanya wonke umfundi ekucwangciseni
  • 2

    -quka na-
    Does the job involve computers? Ngaba lo msebenzi uquka neekhompyutha?