Inguqulelo ka join in isiXhosa

join

-dibanisa

Ubizo-magama /joyn/

isenzijoined, joining

  • 1

    -dibanisa
    Join two pieces of wood with glue Dibanisa iingceba zokhuni ezimbini ngesincamathelisi
  • 2

    -zibandakanya
    -joyina
    He joined a soccer club Wazibandakanya neqela lesoka
  • 3

    -dibana
    She joined her friends Wadibana nabahlobo bakhe