Inguqulelo ka keen in isiXhosa

keen

-nomdla

Ubizo-magama /keen/

isiphawulikeener, keenest

  • 1

    -nomdla
    The girls are keen to come Amantombazana anomdla wokuza
  • 2

    -bukhali
    Dogs have a keen sense of smell Izinja zineempumlo ezibukhali